Letra Nqaba Yam - Zahara

Nqaba Yam - Zahara
Información de la canción En esta página puedes leer la letra de la canción Nqaba Yam de -Zahara
En el género:Африканская музыка
Fecha de lanzamiento:12.08.2021
Idioma de la canción:Guadaña

Seleccione el idioma al que desea traducir:

Nqaba Yam
Ndifihle kuwe Nqaba yam
Izilingo zindilngile ndalingeka nam
Bazame ukundenza
Esiyatha nam ndayathazeka
Ndithemba wena
Mandingaze ndidaniswe
Ngowa ngowathemba
Mandingaze ndidaniswe
Ndigqatshukelwe
Isiphongo sam ndamosha
Sula kaloku Nqaba Yam
Bamb' elingachithekanga ikhe
Bendisiva ndisesihogweni
Khawuleza kaloku
Ndithemba wena
Mandingaze ndidaniswe
Ngowa ngowathemba
Mandingaze ndidaniswe
Ndizifihla Kuwe
Nqaba Yam, bhongo lam
Ulithemba lam
Ndizifihla Kuwe
Nqaba yam, bhongo lam
Ulithemba lam
Ndizifihla Kuwe
Nqaba yam, bhongo lam
Ulithemba lam
Ndizifihla Kuwe
Nqaba yam, bhongo lam
Ulithemba lam
Ndithemba wena
Mandingaze ndidaniswe
Ngowa ngowathemba
Mandingaze ndidaniswe
Ndizifihla Kuwe
Nqaba Yam, bhongo lam
Ulithemba lam
Ndizifihla Kuwe
Nqaba yam, bhongo lam
Ulithemba lam
Ndizifihla Kuwe
Nqaba yam, bhongo lam
Ulithemba lam
Ndizifihla Kuwe
Nqaba yam, bhongo lam
Ulithemba lam
Nqaba yam
Bhongo lam ulithemba lam
Uyinqaba yami
Nqaba yam
Bhongo lam ulithemba lam
Ndizifihla Kuwe
Nqaba yam
Bhongo lam ulithemba lam
Ndizifihla Kuwe
Nqaba yam
Bhongo lam ulithemba lam

Comparte la letra:

¡Escribe lo que piensas sobre la letra!

Otras canciones del artista: